Yoshuwa 21:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Akukho sithembiso sasilelayo kuzo zonke izithembiso ezilungileyo uYehova awayezenzile kwindlu kaSirayeli; zonke zaba yinyaniso.+ 1 Samuweli 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Waqhubeka ke ekhula uSamuweli, noYehova waba naye+ waza akabangela naliphi na kuwo onke amazwi ukuba liwele emhlabeni.+ Hebhere 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ukuze, ngokuphathelele ezi zinto zimbini zingatshintshekiyo nekungenakwenzeka ukuba axoke ngazo uThixo,+ sikhuthazeke, thina baye basabela kwigwiba lakhe, ukuba sibambelele kwithemba+ elibekwe phambi kwethu.
45 Akukho sithembiso sasilelayo kuzo zonke izithembiso ezilungileyo uYehova awayezenzile kwindlu kaSirayeli; zonke zaba yinyaniso.+
19 Waqhubeka ke ekhula uSamuweli, noYehova waba naye+ waza akabangela naliphi na kuwo onke amazwi ukuba liwele emhlabeni.+
18 ukuze, ngokuphathelele ezi zinto zimbini zingatshintshekiyo nekungenakwenzeka ukuba axoke ngazo uThixo,+ sikhuthazeke, thina baye basabela kwigwiba lakhe, ukuba sibambelele kwithemba+ elibekwe phambi kwethu.