1 Samuweli 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa wathi yena kuye: “Khawukhangele! Kwesi sixeko kukho umntu kaThixo,+ yaye umntu lo uphethwe ngembeko. Konke akutshoyo kuba yinyaniso nakanjani na.+ Makhe siye khona ke. Mhlawumbi angasixelela indlela esimele sihambe ngayo.” Isaya 44:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Lowo wenza ilizwi lomkhonzi wakhe libe yinyaniso, naLowo uphumeza ngokupheleleyo icebo labathunywa bakhe;+ Lowo uthi ngeYerusalem, ‘Iya kumiwa,’+ nothi ngezixeko zakwaYuda, ‘Ziya kubuya zakhiwe,+ neendawo zakhe eziphanzileyo ndiya kuzivusa’;+
6 Kodwa wathi yena kuye: “Khawukhangele! Kwesi sixeko kukho umntu kaThixo,+ yaye umntu lo uphethwe ngembeko. Konke akutshoyo kuba yinyaniso nakanjani na.+ Makhe siye khona ke. Mhlawumbi angasixelela indlela esimele sihambe ngayo.”
26 Lowo wenza ilizwi lomkhonzi wakhe libe yinyaniso, naLowo uphumeza ngokupheleleyo icebo labathunywa bakhe;+ Lowo uthi ngeYerusalem, ‘Iya kumiwa,’+ nothi ngezixeko zakwaYuda, ‘Ziya kubuya zakhiwe,+ neendawo zakhe eziphanzileyo ndiya kuzivusa’;+