1 Kumkani 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 UYehova wabonakala+ kuSolomon ephupheni+ ngobusuku eGibheyon; yaye uThixo wathi: “Cela into ndikuphe.”+ 1 Kumkani 11:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova waba nomsindo+ kuSolomon, ngenxa yokuba intliziyo yakhe yemka kuYehova uTHIXO kaSirayeli,+ lowo wayebonakele kabini kuye.+
5 UYehova wabonakala+ kuSolomon ephupheni+ ngobusuku eGibheyon; yaye uThixo wathi: “Cela into ndikuphe.”+
9 UYehova waba nomsindo+ kuSolomon, ngenxa yokuba intliziyo yakhe yemka kuYehova uTHIXO kaSirayeli,+ lowo wayebonakele kabini kuye.+