Duteronomi 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 lilizwe alinyamekelayo uYehova uThixo wakho. Ahlala ekulo amehlo+ kaYehova uThixo wakho, ukususela ekuqaleni konyaka kuse ekupheleni konyaka. 2 Kronike 6:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 “Ke kaloku, Thixo wam, makavuleke amehlo akho+ neendlebe zakho+ maziphulaphule umthandazo owenziwa kule ndawo. 2 Kronike 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+
12 lilizwe alinyamekelayo uYehova uThixo wakho. Ahlala ekulo amehlo+ kaYehova uThixo wakho, ukususela ekuqaleni konyaka kuse ekupheleni konyaka.
40 “Ke kaloku, Thixo wam, makavuleke amehlo akho+ neendlebe zakho+ maziphulaphule umthandazo owenziwa kule ndawo.
9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+