-
1 Kumkani 3:6INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
6 USolomon wathi: “Wena ngokwakho umenzele ububele bothando obukhulu+ umkhonzi wakho uDavide ubawo njengoko wayehamba phambi kwakho enyanisweni nasebulungiseni+ nangokuthi tye kwentliziyo kuwe; yaye waqhubeka ubugcinile kuye obu bubele bothando bukhulu, kangangokuba wamnika unyana ukuba ahlale etroneni yakhe njengalo mhla.+
-