Yoshuwa 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda. Isaya 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Noko ke, ukusithakala akuyi kuba njengaxa ilizwe lalicinezelekile, njengakwixesha langaphambili xa ubani wayeliphatha ngendelelo ilizwe lakwaZebhulon nelizwe lakwaNafetali+ naxa kwixesha lamva ubani wabangela ukuba kunikwe imbeko+—indlela yaselwandle, kummandla weYordan, iGalili yeentlanga.+
7 Ngako oko banika iwonga elingcwele iKedeshe+ eGalili kummandla weentaba wakwaNafetali, naseShekem+ kummandla weentaba wakwaEfrayim, naseKiriyati-arbha,+ oko kukuthi, iHebron, kummandla weentaba wakwaYuda.
9 Noko ke, ukusithakala akuyi kuba njengaxa ilizwe lalicinezelekile, njengakwixesha langaphambili xa ubani wayeliphatha ngendelelo ilizwe lakwaZebhulon nelizwe lakwaNafetali+ naxa kwixesha lamva ubani wabangela ukuba kunikwe imbeko+—indlela yaselwandle, kummandla weYordan, iGalili yeentlanga.+