1 Kumkani 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 UYehova wanika uSolomon ubulumko, kanye njengoko wayemthembisile;+ yaye kwabakho uxolo phakathi kukaHiram noSolomon, baza benza umnqophiso bobabini. 1 Kumkani 22:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Kungelo xesha awathi uAhaziya unyana ka-Ahabhi kuYehoshafati: “Abakhonzi bam mabahambe nabakhonzi bakho ngeenqanawa,” kodwa uYehoshafati akazange avume.+ 2 Kronike 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwaye uHiram+ wathumela rhoqo kuye ngabakhonzi bakhe iinqanawa nabakhonzi ababenolwazi ngolwandle,+ babesiza nabakhonzi bakaSolomon eOfire+ baze apho bathabathe iitalente+ ezingamakhulu amane namashumi amahlanu egolide+ bazizise kuKumkani uSolomon.+
12 UYehova wanika uSolomon ubulumko, kanye njengoko wayemthembisile;+ yaye kwabakho uxolo phakathi kukaHiram noSolomon, baza benza umnqophiso bobabini.
49 Kungelo xesha awathi uAhaziya unyana ka-Ahabhi kuYehoshafati: “Abakhonzi bam mabahambe nabakhonzi bakho ngeenqanawa,” kodwa uYehoshafati akazange avume.+
18 Kwaye uHiram+ wathumela rhoqo kuye ngabakhonzi bakhe iinqanawa nabakhonzi ababenolwazi ngolwandle,+ babesiza nabakhonzi bakaSolomon eOfire+ baze apho bathabathe iitalente+ ezingamakhulu amane namashumi amahlanu egolide+ bazizise kuKumkani uSolomon.+