-
2 Kumkani 8:9INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
9 Ngoko uHazayeli wahamba waya kuyihlangabeza, wathabatha isipho ngesandla sakhe, kwanalo lonke uhlobo lwento elungileyo yaseDamasko, umthwalo weenkamela ezingamashumi amane, waza waya kuma phambi kwayo wathi: “Unyana wakho,+ uBhen-hadadi, ukumkani waseSiriya, undithumele kuwe, esithi, ‘Ngaba ndiya kuphila na kwesi sifo?’”
-