2 Kronike 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke wanika ukumkani ikhulu elinamashumi amabini eetalente zegolide+ neoli yebhalsam+ eninzi kakhulu, namatye axabisekileyo;+ akuzange kuphinde kuziswe ioli yebhalsam enjengaleyo ukumkanikazi waseShebha awayika uKumkani uSolomon.+
9 Wandula ke wanika ukumkani ikhulu elinamashumi amabini eetalente zegolide+ neoli yebhalsam+ eninzi kakhulu, namatye axabisekileyo;+ akuzange kuphinde kuziswe ioli yebhalsam enjengaleyo ukumkanikazi waseShebha awayika uKumkani uSolomon.+