2 Kronike 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndithumelele amaplanga omsedare,+ ijunipha+ nomalgumi+ waseLebhanon,+ kuba ndazi kakuhle ukuba abakhonzi bakho banamava okugawula imithi yaseLebhanon,+ (yabona abakhonzi bam bakunye nabakhonzi bakho,)
8 Ndithumelele amaplanga omsedare,+ ijunipha+ nomalgumi+ waseLebhanon,+ kuba ndazi kakuhle ukuba abakhonzi bakho banamava okugawula imithi yaseLebhanon,+ (yabona abakhonzi bam bakunye nabakhonzi bakho,)