Duteronomi 17:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’ 2 Kronike 9:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Yaye kwakukho abo babesizisa amahashe+ kuSolomon evela eYiputa+ nakuwo onke amanye amazwe.
16 Kuphela nje makangazandiseli mahashe,+ angababuyiseli abantu eYiputa ukuze andise amahashe;+ ngokuba uYehova uthe kuni, ‘Ningaze nibuye ngale ndlela kwakhona.’