1 Kumkani 10:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Amahashe abenawo uSolomon evela eYiputa ayethunyelwa ngaphandle, kwaye iqela labarhwebi bakakumkani lalithabatha umhlambi wamahashe ngexabiso.+ Isaya 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+
28 Amahashe abenawo uSolomon evela eYiputa ayethunyelwa ngaphandle, kwaye iqela labarhwebi bakakumkani lalithabatha umhlambi wamahashe ngexabiso.+
31 Yeha ke abo baya eYiputa ukuba bancedwe,+ abo bathembela ngamahashe,+ nabo bakholosa ngeenqwelo zokulwa ezininzi, nangamahashe emfazwe,+ ngenxa yokuba enamandla kakhulu, kodwa abangakhangelanga kuLowo Ungcwele kaSirayeli nabangamfunanga uYehova.+