Duteronomi 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba iya kumtyekisa unyana wakho ekundilandeleni, baze ngokuqinisekileyo bakhonze thixo bambi;+ uvuthe umsindo kaYehova kuni, aze ngokuqinisekileyo akubhubhise ngokukhawuleza.+ Duteronomi 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Makangazandiseli bafazi, ukuze ingaphambuki intliziyo yakhe;+ angazandiseli kakhulu nasilivere nagolide.+ Nehemiya 13:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kwakungekho ngenxa yaba na awathi uSolomon ukumkani wakwaSirayeli wona?+ Yaye phakathi kweentlanga ezininzi kwakungekho kumkani unjengaye;+ kwaye wayethandwa nguThixo wakhe,+ kangangokuba uThixo wamenza ukumkani wakhe wonke uSirayeli. Kwanaye abafazi basemzini bamonisa.+
4 Kuba iya kumtyekisa unyana wakho ekundilandeleni, baze ngokuqinisekileyo bakhonze thixo bambi;+ uvuthe umsindo kaYehova kuni, aze ngokuqinisekileyo akubhubhise ngokukhawuleza.+
17 Makangazandiseli bafazi, ukuze ingaphambuki intliziyo yakhe;+ angazandiseli kakhulu nasilivere nagolide.+
26 Kwakungekho ngenxa yaba na awathi uSolomon ukumkani wakwaSirayeli wona?+ Yaye phakathi kweentlanga ezininzi kwakungekho kumkani unjengaye;+ kwaye wayethandwa nguThixo wakhe,+ kangangokuba uThixo wamenza ukumkani wakhe wonke uSirayeli. Kwanaye abafazi basemzini bamonisa.+