2 Samuweli 12:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Waza uDavide wamthuthuzela uBhatshebha umfazi wakhe.+ Ngokubhekele phaya, wangena kuye waza walala naye. Ekuhambeni kwexesha wazala unyana,+ yaye igama lakhe kwathiwa nguSolomon.+ NoYehova ngokwakhe wamthanda.+
24 Waza uDavide wamthuthuzela uBhatshebha umfazi wakhe.+ Ngokubhekele phaya, wangena kuye waza walala naye. Ekuhambeni kwexesha wazala unyana,+ yaye igama lakhe kwathiwa nguSolomon.+ NoYehova ngokwakhe wamthanda.+