ABagwebi 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngelo xesha indlu kaYosefu+ ngokwayo yenyuka yaya eBheteli,+ yaye uYehova waba nayo.+ 2 Samuweli 19:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba umkhonzi wakho wazi kakuhle ukuba ndim owonayo; naku ke namhlanje ndibe ngowokuqala ukufika kuyo yonke indlu kaYosefu+ ukuba ndihle ndihlangabeze inkosi yam ukumkani.” Amosi 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Funani uYehova, niqhubeke niphila,+ ukuze angasebenzi kanye njengomlilo,+ ndlu kaYosefu,+ nokuze okunene ungaqwengi, neBheteli ingabi nabani wokuwucima,+
20 Kuba umkhonzi wakho wazi kakuhle ukuba ndim owonayo; naku ke namhlanje ndibe ngowokuqala ukufika kuyo yonke indlu kaYosefu+ ukuba ndihle ndihlangabeze inkosi yam ukumkani.”
6 Funani uYehova, niqhubeke niphila,+ ukuze angasebenzi kanye njengomlilo,+ ndlu kaYosefu,+ nokuze okunene ungaqwengi, neBheteli ingabi nabani wokuwucima,+