Yoshuwa 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba oonyana bakaYosefu baba zizizwe ezibini,+ uManase+ noEfrayim;+ yaye abazange babanike sabelo elizweni abaLevi, ngaphandle kwezixeko+ zokuhlala namadlelo emfuyo nempahla yabo.+ Yoshuwa 16:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye kwaphuma iqashiso+ loonyana bakaYosefu+ ukusuka eYordan+ eYeriko ukuya kumanzi aseYeriko ngasempuma, intlango eyenyuka ngeYeriko ukuya kummandla weentaba waseBheteli.+
4 Kuba oonyana bakaYosefu baba zizizwe ezibini,+ uManase+ noEfrayim;+ yaye abazange babanike sabelo elizweni abaLevi, ngaphandle kwezixeko+ zokuhlala namadlelo emfuyo nempahla yabo.+
16 Yaye kwaphuma iqashiso+ loonyana bakaYosefu+ ukusuka eYordan+ eYeriko ukuya kumanzi aseYeriko ngasempuma, intlango eyenyuka ngeYeriko ukuya kummandla weentaba waseBheteli.+