2 Kumkani 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye kwathi kamsinya nje akufa uAhabhi,+ ukumkani wakwaMowabhi waqalisa ukuvukela+ ukumkani wakwaSirayeli. 2 Kumkani 8:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa uEdom waqhubeka nokuvukela kwakhe uYuda de kube namhla. Kungelo xesha awathi uLibhena+ waqalisa ukuvukela.
5 Yaye kwathi kamsinya nje akufa uAhabhi,+ ukumkani wakwaMowabhi waqalisa ukuvukela+ ukumkani wakwaSirayeli.
22 Kodwa uEdom waqhubeka nokuvukela kwakhe uYuda de kube namhla. Kungelo xesha awathi uLibhena+ waqalisa ukuvukela.