IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 21:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye oonyana baka-Aron umbingeleli babanika isixeko sokusabela+ isibulala-mntu,+ iHebron,+ nedlelo layo, neLibhena+ nedlelo layo,

  • 2 Kumkani 19:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Emva koko uRabheshake+ wabuya waza wafika ukumkani waseAsiriya esilwa neLibhena;+ kuba wayevile ukuba undulukile eLakishe.+

  • 2 Kronike 21:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kodwa uEdom waqhubeka nokuvukela kwakhe uYuda de kube namhla. Kungelo xesha awathi uLibhena+ waqalisa ukuvukela, ngenxa yokuba wamshiya uYehova uTHIXO wookhokho bakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share