Duteronomi 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+ 2 Kronike 33:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye wadlulisa oonyana bakhe emlilweni+ entlanjeni yonyana kaHinom,+ waza waqhelisela umlingo+ wasebenzisa ukuvumisa+ waqhelisela nokukhafula+ wenza abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili+ abaziinkunkqele. Wenza okubi emehlweni kaYehova ngokomlinganiselo omkhulu, ukuze amcaphukise.+ Mika 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndiza kunqumla ukukhafula esandleni sakho, yaye akukho baqheliseli bomlingo uya kuqhubeka unabo.+ IZenzo 16:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yaye njengoko sasisiya kwindawo yokuthandaza, sahlangatyezwa sisicakazana esithile esinomoya,+ idemon yokuvumisa.+ Sasifudula sizinika iinkosi zaso inzuzo eninzi+ ngokuqhelisela ubugcisa bokuxela izinto kwangaphambili.
10 Maze kungafunyanwa namnye kuwe udlulisa unyana wakhe okanye intombi yakhe emlilweni,+ novumisayo,+ noqhelisela umlingo,+ nohlaba izihlabo+ nokhafulayo,+
6 Yaye wadlulisa oonyana bakhe emlilweni+ entlanjeni yonyana kaHinom,+ waza waqhelisela umlingo+ wasebenzisa ukuvumisa+ waqhelisela nokukhafula+ wenza abaneshologu+ nabaxeli-ziganeko kwangaphambili+ abaziinkunkqele. Wenza okubi emehlweni kaYehova ngokomlinganiselo omkhulu, ukuze amcaphukise.+
16 Yaye njengoko sasisiya kwindawo yokuthandaza, sahlangatyezwa sisicakazana esithile esinomoya,+ idemon yokuvumisa.+ Sasifudula sizinika iinkosi zaso inzuzo eninzi+ ngokuqhelisela ubugcisa bokuxela izinto kwangaphambili.