2 Kumkani 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwathi kamsinya nje uYehoram akumbona uYehu, ngoko nangoko wathi: “Luxolo na, Yehu?” Kodwa yena wathi: “Lungakho njani uxolo+ lo gama kusekho uhenyuzo lukaIzebhele+ unyoko nokukhafula kwakhe okuninzi?”+
22 Kwathi kamsinya nje uYehoram akumbona uYehu, ngoko nangoko wathi: “Luxolo na, Yehu?” Kodwa yena wathi: “Lungakho njani uxolo+ lo gama kusekho uhenyuzo lukaIzebhele+ unyoko nokukhafula kwakhe okuninzi?”+