Duteronomi 9:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 NaseHorebhe namcaphukisa uYehova waza waba nomsindo uYehova ukusa kwinqanaba lokuba anibhubhise.+ Duteronomi 29:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 angavumi uYehova ukumxolela,+ usuke uvuthe umsindo kaYehova+ nekhwele lakhe+ kuloo mntu,+ simehlele ngokuqinisekileyo sonke isifungo esibhaliweyo kule ncwadi,+ alicime ngenene uYehova igama lakhe phantsi kwamazulu. 1 Kumkani 8:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 “Ukuba kunokwenzeka bakone+ (kuba akukho mntu ungoniyo),+ yaye ube nomsindo kubo uze ubanikele elutshabeni, baze abathimbi babo babathabathe njengabathinjwa babase kwilizwe lotshaba elikufuphi okanye elikude;+
20 angavumi uYehova ukumxolela,+ usuke uvuthe umsindo kaYehova+ nekhwele lakhe+ kuloo mntu,+ simehlele ngokuqinisekileyo sonke isifungo esibhaliweyo kule ncwadi,+ alicime ngenene uYehova igama lakhe phantsi kwamazulu.
46 “Ukuba kunokwenzeka bakone+ (kuba akukho mntu ungoniyo),+ yaye ube nomsindo kubo uze ubanikele elutshabeni, baze abathimbi babo babathabathe njengabathinjwa babase kwilizwe lotshaba elikufuphi okanye elikude;+