Hezekile 23:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Xa udade wabo uOholibha wakubonayo oku,+ waba mandundu kunaye ukuqhelisela inkanuko yenyama, nobunongogo bakhe baba ngakumbi kunokuhenyuza kukadade wabo.+
11 “Xa udade wabo uOholibha wakubonayo oku,+ waba mandundu kunaye ukuqhelisela inkanuko yenyama, nobunongogo bakhe baba ngakumbi kunokuhenyuza kukadade wabo.+