Yeremiya 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndathi ndakukubona oko, ngenxa yokuba uSirayeli ongathembekanga ekrexezile, ndamndulula+ ndaza ndamnika isiqinisekiso sokuqhawula umtshato naye,+ kanti udade wabo onobuqhophololo uYuda akazange oyike, kodwa naye wasuka waya kuba ngunongogo.+ Hezekile 16:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Yaye akuhambanga ngeendlela zabo, ungenzanga nangokwezinto zabo ezicekisekayo.+ Ngethutyana nje ude wenza ngokonakeleyo ngakumbi kunabo ezindleleni zakho zonke.+
8 Ndathi ndakukubona oko, ngenxa yokuba uSirayeli ongathembekanga ekrexezile, ndamndulula+ ndaza ndamnika isiqinisekiso sokuqhawula umtshato naye,+ kanti udade wabo onobuqhophololo uYuda akazange oyike, kodwa naye wasuka waya kuba ngunongogo.+
47 Yaye akuhambanga ngeendlela zabo, ungenzanga nangokwezinto zabo ezicekisekayo.+ Ngethutyana nje ude wenza ngokonakeleyo ngakumbi kunabo ezindleleni zakho zonke.+