2 Kronike 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Asinguwe na, Thixo wethu,+ ogxothe abemi beli lizwe phambi kwabantu bakho amaSirayeli+ waza wabanikela+ kwimbewu ka-Abraham, isithandane sakho,+ ukusa kwixesha elingenammiselo? Yeremiya 6:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ngokuqinisekileyo abantu baya kubabiza ngokuba yisilivere egatyiweyo,+ kuba uYehova ubagatyile.”+
7 Asinguwe na, Thixo wethu,+ ogxothe abemi beli lizwe phambi kwabantu bakho amaSirayeli+ waza wabanikela+ kwimbewu ka-Abraham, isithandane sakho,+ ukusa kwixesha elingenammiselo?