2 Kumkani 19:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uphi na yena—ukumkani waseHamati+ nokumkani waseArpadi+ nokumkani wezixeko zaseSefarvayim, neHena neIva?’”+ Isaya 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 IKaleno+ ayinjengeKarkemishe na?+ IHamati+ ayinjengeArpadi na?+ ISamariya+ ayinjengeDamasko na?+
13 Uphi na yena—ukumkani waseHamati+ nokumkani waseArpadi+ nokumkani wezixeko zaseSefarvayim, neHena neIva?’”+