2 Kumkani 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukumkani waseAsiriya wamphulaphula waza ukumkani waseAsiriya wenyuka waya eDamasko,+ wayithimba+ waza wakhokelela abantu bayo ekuthinjweni eKire,+ yaye uRetsin+ wambulala.
9 Ukumkani waseAsiriya wamphulaphula waza ukumkani waseAsiriya wenyuka waya eDamasko,+ wayithimba+ waza wakhokelela abantu bayo ekuthinjweni eKire,+ yaye uRetsin+ wambulala.