1 Kronike 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 uAhazi+ unyana wakhe, uHezekiya+ unyana wakhe, uManase+ unyana wakhe 2 Kronike 28:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ekugqibeleni uAhazi walala kookhokho bakhe, bamngcwabela kwisixeko saseYerusalem, kuba abamzisanga kwindawo yokungcwaba ookumkani bakwaSirayeli.+ Waza uHezekiya unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. Mateyu 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 u-Uziya wazala uYotham;uYotham+ wazala uAhazi;+uAhazi wazala uHezekiya;+
27 Ekugqibeleni uAhazi walala kookhokho bakhe, bamngcwabela kwisixeko saseYerusalem, kuba abamzisanga kwindawo yokungcwaba ookumkani bakwaSirayeli.+ Waza uHezekiya unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.