Levitikus 26:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Ndozitshabalalisa ngokuqinisekileyo iindawo zenu eziphakamileyo ezingcwele,+ ndizinqumle iziganga zenu zeziqhumiso ndize ndizibeke izidumbu zenu phezu kwezidumbu zezithixo zenu ezinezothe;+ yaye umphefumlo wam uya kusuka unenyanye.+ Numeri 33:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Yaye nimele nibagxothe bonke abemi belo lizwe phambi kwenu nize niyitshabalalise yonke imifanekiso yabo yamatye,+ nemifanekiso yabo yonke etyhidiweyo+ niyitshabalalise, nazo zonke iindawo zabo eziphakamileyo ezingcwele nize nizitshabalalise.+ 1 Kumkani 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuphela abantu babebingelela kwiindawo eziphakamileyo,+ kuba igama likaYehova lalingakhelwanga ndlu ngezo mini.+ 2 Kumkani 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuphela ziindawo eziphakamileyo ezingazange zithi shwaka.+ Abantu babesabingelela beqhumisa nemibingelelo kwiindawo eziphakamileyo.+ INdumiso 78:58 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 Yaye baqhubeka bemcaphukisa ngeendawo zabo eziphakamileyo,+Nangemifanekiso yabo eqingqiweyo baqhubeka bemenza abe nekhwele.+
30 Ndozitshabalalisa ngokuqinisekileyo iindawo zenu eziphakamileyo ezingcwele,+ ndizinqumle iziganga zenu zeziqhumiso ndize ndizibeke izidumbu zenu phezu kwezidumbu zezithixo zenu ezinezothe;+ yaye umphefumlo wam uya kusuka unenyanye.+
52 Yaye nimele nibagxothe bonke abemi belo lizwe phambi kwenu nize niyitshabalalise yonke imifanekiso yabo yamatye,+ nemifanekiso yabo yonke etyhidiweyo+ niyitshabalalise, nazo zonke iindawo zabo eziphakamileyo ezingcwele nize nizitshabalalise.+
2 Kuphela abantu babebingelela kwiindawo eziphakamileyo,+ kuba igama likaYehova lalingakhelwanga ndlu ngezo mini.+
4 Kuphela ziindawo eziphakamileyo ezingazange zithi shwaka.+ Abantu babesabingelela beqhumisa nemibingelelo kwiindawo eziphakamileyo.+
58 Yaye baqhubeka bemcaphukisa ngeendawo zabo eziphakamileyo,+Nangemifanekiso yabo eqingqiweyo baqhubeka bemenza abe nekhwele.+