IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 7:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “Ngoko ke, nifanele nenjenje kuzo: Nize nizidilize+ izibingelelo zazo, nizidilize iintsika zazo ezingcwele,+ nizigawule+ izibonda zazo ezingcwele,+ niyitshise ngomlilo+ imifanekiso yazo eqingqiweyo.

  • 2 Kronike 31:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngokukhawuleza nje bakukugqiba konke oku, amaSirayeli onke+ awayefunyanwa ezixekweni zakwaYuda,+ aqhekeza iintsika ezingcwele+ aza agawula izibonda ezingcwele+ adiliza iindawo eziphakamileyo+ nezibingelelo+ kulo lonke elakwaYuda+ nelakwaBhenjamin nakwaEfrayim+ nakwaManase+ bade bazigqiba; emva koko bonke oonyana bakaSirayeli babuyela ezixekweni zabo, ngamnye kwilifa lakhe.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share