2 Kronike 23:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Emva koko bonke abantu beza endlwini kaBhahali baza bayidiliza;+ nezibingelelo zakhe+ nemifanekiso yakhe bayiqhekeza,+ yaye uMatan+ umbingeleli kaBhahali bambulalela+ phambi kwezibingelelo.
17 Emva koko bonke abantu beza endlwini kaBhahali baza bayidiliza;+ nezibingelelo zakhe+ nemifanekiso yakhe bayiqhekeza,+ yaye uMatan+ umbingeleli kaBhahali bambulalela+ phambi kwezibingelelo.