Numeri 21:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wayenza ke uMoses ngoko nangoko inyoka leyo yobhedu+ waza wayixhoma esibondeni njengomqondiso;+ yaye bekusithi akulunywa yinyoka umntu aze ondele+ kwinyoka leyo yobhedu, atsho aphile.+
9 Wayenza ke uMoses ngoko nangoko inyoka leyo yobhedu+ waza wayixhoma esibondeni njengomqondiso;+ yaye bekusithi akulunywa yinyoka umntu aze ondele+ kwinyoka leyo yobhedu, atsho aphile.+