2 Kronike 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+ 2 Kronike 32:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Yibani nesibindi nize nomelele.+ Musani ukoyika+ okanye ninkwantye+ ngenxa kakumkani waseAsiriya+ naso sonke isihlwele anaso;+ kuba esinabo baninzi kakhulu kunabo bakunye naye. INdumiso 91:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndiza kuthi kuYehova: “Uyindawo yam yokusabela negwiba lam,+Thixo wam, endiza kukholosa ngaye.”+ Yeremiya 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Isikelelwe indoda eyomeleleyo ekholosa ngoYehova, naleyo ithembele ngoYehova.+
9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+
7 “Yibani nesibindi nize nomelele.+ Musani ukoyika+ okanye ninkwantye+ ngenxa kakumkani waseAsiriya+ naso sonke isihlwele anaso;+ kuba esinabo baninzi kakhulu kunabo bakunye naye.