IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 34:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Ngcamlani nibone ukuba uYehova ulungile;+

      Inoyolo indoda eyomeleleyo esabela kuye.+

  • INdumiso 125:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 125 Abo bakholosa ngoYehova+

      BanjengeNtaba yeZiyon,+ engenakushukunyiswa, kodwa ihleli kude kube lixesha elingenammiselo.+

  • INdumiso 146:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Unoyolo lowo unoncedo olunguTHIXO kaYakobi,+

      Othemba lakhe likuYehova uThixo wakhe,+

  • IMizekeliso 16:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Obonakalisa ingqiqo kumbandela uya kufumana okulungileyo,+ yaye unoyolo okholosa ngoYehova.+

  • Isaya 26:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Abo bazimasekileyo uyabalondoloza, bahlale benoxolo,+ kuba bakholose ngawe.+

  • Isaya 30:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye ke ngoko uYehova uya kuhlala elindele ukunibabala,+ aphakame ukuze anenzele inceba.+ Kuba uYehova nguThixo wokugweba.+ Banoyolo+ bonke abo bahlala bemlindele.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share