Hoseya 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “ISamariya iya kugqalwa inetyala,+ kuba inemvukelo nxamnye noThixo wayo.+ Iya kuwa likrele.+ Abantwana bayo baya kutyunyuzwa,+ nabafazi bayo abamithiyo baya kuqhaqhwa.”+ Amosi 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Utshaba luyajikeleza elizweni apha,+ yaye ngokuqinisekileyo luya kuwahlisa amandla akho kuwe, neenqaba zakho zokuhlala okunene ziya kuphangwa.’+ Mika 1:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngokuqinisekileyo iSamariya ndiya kuyenza imfumba yamanxuwa asendle,+ iindawo zokutyala izidiliya; kwaye amatye ayo ndiza kuwaphosa entlanjeni, neziseko zayo ndiya kuzityhila.+ Mika 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Imimiselo kaOmri+nawo wonke umsebenzi wendlu ka-Ahabhi uyagcinwa,+ yaye nina nihamba ngamacebo abo;+ ukuze ndinenze into yokukhwankqisa nabemi baso into yokubethelwa umlozi;+ niya kuthwala ihlazo lezizwana.”+ Mika 7:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ilizwe limele libe yinkangala ephanzileyo ngenxa yabemi balo, ngenxa yesiqhamo sezenzo zabo.+
16 “ISamariya iya kugqalwa inetyala,+ kuba inemvukelo nxamnye noThixo wayo.+ Iya kuwa likrele.+ Abantwana bayo baya kutyunyuzwa,+ nabafazi bayo abamithiyo baya kuqhaqhwa.”+
11 “Ngoko ke itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Utshaba luyajikeleza elizweni apha,+ yaye ngokuqinisekileyo luya kuwahlisa amandla akho kuwe, neenqaba zakho zokuhlala okunene ziya kuphangwa.’+
6 Ngokuqinisekileyo iSamariya ndiya kuyenza imfumba yamanxuwa asendle,+ iindawo zokutyala izidiliya; kwaye amatye ayo ndiza kuwaphosa entlanjeni, neziseko zayo ndiya kuzityhila.+
16 Imimiselo kaOmri+nawo wonke umsebenzi wendlu ka-Ahabhi uyagcinwa,+ yaye nina nihamba ngamacebo abo;+ ukuze ndinenze into yokukhwankqisa nabemi baso into yokubethelwa umlozi;+ niya kuthwala ihlazo lezizwana.”+