1 Samuweli 15:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kuba imvukelo+ iyafana nesono sokuvumisa,+ nokunyanzelisa ngekratshi nqwa nokusebenzisa amandla angaqhelekanga nemilonde-khaya.+ Ekubeni uligatyile ilizwi likaYehova,+ ngako oko naye uyakugatya ekubeni ngukumkani.”+ INdumiso 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UThixo uya kubagqala njengabanetyala ngokuqinisekileyo;+Baya kuwa ngenxa yecebo labo.+Ngobuninzi bokunxaxha kwabo mabasasazwe,+Ngenxa yokuba bakuvukele.+ Hezekile 20:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “‘“Basuka oonyana bandivukela.+ Abahamba ngemimiselo yam, abazigcina izigwebo zam ukuba bazenze, ezo, aya kuthi umntu ukuba uyazenza, aphile ngazo.+ Iisabatha zam bazihlambela.+ Ngoko ndathembisa ukuphalazela ubushushu bam kubo, ukuze ndiwuphelelisele kubo umsindo wam entlango.+
23 kuba imvukelo+ iyafana nesono sokuvumisa,+ nokunyanzelisa ngekratshi nqwa nokusebenzisa amandla angaqhelekanga nemilonde-khaya.+ Ekubeni uligatyile ilizwi likaYehova,+ ngako oko naye uyakugatya ekubeni ngukumkani.”+
10 UThixo uya kubagqala njengabanetyala ngokuqinisekileyo;+Baya kuwa ngenxa yecebo labo.+Ngobuninzi bokunxaxha kwabo mabasasazwe,+Ngenxa yokuba bakuvukele.+
21 “‘“Basuka oonyana bandivukela.+ Abahamba ngemimiselo yam, abazigcina izigwebo zam ukuba bazenze, ezo, aya kuthi umntu ukuba uyazenza, aphile ngazo.+ Iisabatha zam bazihlambela.+ Ngoko ndathembisa ukuphalazela ubushushu bam kubo, ukuze ndiwuphelelisele kubo umsindo wam entlango.+