2 Kumkani 16:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngako oko uAhazi wathabatha isilivere negolide eyafumanekayo endlwini kaYehova nakubuncwane bendlu kakumkani+ waza wathumelela ukumkani waseAsiriya isinyobo.+
8 Ngako oko uAhazi wathabatha isilivere negolide eyafumanekayo endlwini kaYehova nakubuncwane bendlu kakumkani+ waza wathumelela ukumkani waseAsiriya isinyobo.+