IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 36:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ekugqibeleni ukumkani waseAsiriya wathumela uRabheshake+ evela eLakishe+ ukuba aye eYerusalem,+ kuKumkani uHezekiya, nomkhosi wamajoni omkhulu, yaye wema ngxi ngakumsele+ wechibi eliphezulu+ kuhola wendlela wentsimi yomcoci weempahla.+

  • Isaya 37:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Emva koko uRabheshake+ wabuya waza wafika ukumkani waseAsiriya esilwa neLibhena,+ kuba wayevile ukuba undulukile eLakishe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share