2 Kumkani 20:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke eminye imicimbi kaHezekiya namandla akhe onke nendlela awenza ngayo ichibi+ nomsele+ waza wezisa amanzi esixekweni, azibhalwanga na encwadini+ yemicimbi yookumkani bakwaYuda?
20 Ke eminye imicimbi kaHezekiya namandla akhe onke nendlela awenza ngayo ichibi+ nomsele+ waza wezisa amanzi esixekweni, azibhalwanga na encwadini+ yemicimbi yookumkani bakwaYuda?