1 Kumkani 14:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Eminye imicimbi kaRehobhoham nako konke awakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yamaxesha ookumkani bakwaYuda? 2 Kumkani 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke eminye imicimbi ka-Ahazi, oko wakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?
29 Eminye imicimbi kaRehobhoham nako konke awakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yamaxesha ookumkani bakwaYuda?
19 Ke eminye imicimbi ka-Ahazi, oko wakwenzayo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?