Yobhi 15:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Endlebeni yakhe kukho isandi sezinto ezinkwantyisayo;Ebudeni boxolo ufikelwa ngumphangi.+ IMizekeliso 21:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Intliziyo yokumkani injengomsinga wamanzi esandleni sikaYehova.+ Uyisa apho athanda ukuyisa khona.+ Obhadiya 1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Umbono kaObhadiya: Itshilo iNkosi enguMongami uYehova ngoEdom ukuthi:+ “Sive ingxelo evela kuYehova, yaye kuthunyelwe umthunywa ezintlangeni esithi, ‘Masisuke, siye edabini silwe naye.’”+
21 Intliziyo yokumkani injengomsinga wamanzi esandleni sikaYehova.+ Uyisa apho athanda ukuyisa khona.+
1 Umbono kaObhadiya: Itshilo iNkosi enguMongami uYehova ngoEdom ukuthi:+ “Sive ingxelo evela kuYehova, yaye kuthunyelwe umthunywa ezintlangeni esithi, ‘Masisuke, siye edabini silwe naye.’”+