IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 49:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ndive ingxelo evela kuYehova, yaye kuthunyelwe umthunywa ezintlangeni, esithi: “Ziqokeleleni ndawonye, nize nxamnye nayo, nisuke nilwe idabi.”+

  • Obhadiya 15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuba imini kaYehova nxamnye nazo zonke iintlanga ikufuphi.+ Ngendlela owenze ngayo, kuya kwenziwa ngayo nakuwe.+ Uhlobo lwempatho yakho luya kubuyela phezu kwentloko yakho.+

  • Malaki 1:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Ngenxa yokuba uEdom uqhubeka esithi, ‘Siqotyiwe, kodwa siya kubuya size sizakhe iindawo eziphanzileyo,’ utsho uYehova wemikhosi, ‘Bona baya kwakha; kodwa mna ndiya kudiliza.+ Yaye ngokuqinisekileyo abantu baya kubabiza ngokuba “ngummandla wobungendawo” nangokuba “ngabantu uYehova abaqalekisileyo+ ukusa kwixesha elingenammiselo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share