Yoshuwa 10:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Waza uYoshuwa naye wonke uSirayeli owayekunye naye badlula eMakeda baya eLibhena baza balwa imfazwe neLibhena.+ 2 Kumkani 8:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kodwa uEdom waqhubeka nokuvukela kwakhe uYuda de kube namhla. Kungelo xesha awathi uLibhena+ waqalisa ukuvukela. Isaya 37:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Emva koko uRabheshake+ wabuya waza wafika ukumkani waseAsiriya esilwa neLibhena,+ kuba wayevile ukuba undulukile eLakishe.+
29 Waza uYoshuwa naye wonke uSirayeli owayekunye naye badlula eMakeda baya eLibhena baza balwa imfazwe neLibhena.+
22 Kodwa uEdom waqhubeka nokuvukela kwakhe uYuda de kube namhla. Kungelo xesha awathi uLibhena+ waqalisa ukuvukela.
8 Emva koko uRabheshake+ wabuya waza wafika ukumkani waseAsiriya esilwa neLibhena,+ kuba wayevile ukuba undulukile eLakishe.+