IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 17:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye ukumkani waseAsiriya weza nxamnye nalo lonke ilizwe, wafika eSamariya wayingqinga+ iminyaka emithathu.

  • 2 Kronike 32:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Anikwazi na oko mna nookhokho bam esakwenzayo kuzo zonke izizwana zala mazwe?+ Ngaba oothixo+ beentlanga zala mazwe baba nako na ukulihlangula ilizwe labo esandleni sam?

  • Isaya 10:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 akuyi kuba kanye njengoko ndenzile na eSamariya nakoothixo bayo abangenaxabiso,+ endiya kuthi ndenjenjalo kwiYerusalem nakoothixo bayo?’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share