2 Kumkani 18:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ngaba ngamnye koothixo beentlanga uye walihlangula+ ilizwe lakhe esandleni sokumkani waseAsiriya?+ 2 Kumkani 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Babatshise ngomlilo oothixo bazo, ngenxa yokuba babengengabo oothixo,+ kodwa babengumsebenzi wezandla zomntu,+ umthi nelitye; kangangokuba babatshabalalisa. INdumiso 115:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Abo bazenzayo baya kuba njengazo kanye,+Bonke abo bakholosa ngazo.+ Isaya 44:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musani ukunkwantya, yaye musani ukubamba ongezantsi.+ Andikhange na ukususela ngelo xesha ndinivise ndaza ndanixelela oko?+ Kwaye ningamangqina am.+ Ukho na omnye uThixo ngaphandle kwam?+ Hayi, akukho Liwa.+ Akukho ndiliqondayo mna.’”
33 Ngaba ngamnye koothixo beentlanga uye walihlangula+ ilizwe lakhe esandleni sokumkani waseAsiriya?+
18 Babatshise ngomlilo oothixo bazo, ngenxa yokuba babengengabo oothixo,+ kodwa babengumsebenzi wezandla zomntu,+ umthi nelitye; kangangokuba babatshabalalisa.
8 Musani ukunkwantya, yaye musani ukubamba ongezantsi.+ Andikhange na ukususela ngelo xesha ndinivise ndaza ndanixelela oko?+ Kwaye ningamangqina am.+ Ukho na omnye uThixo ngaphandle kwam?+ Hayi, akukho Liwa.+ Akukho ndiliqondayo mna.’”