Isaya 37:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Khangela! Nawe ukuvile oko ookumkani baseAsiriya bakwenzayo kuwo onke amazwe ngokuwatshabalalisa,+ uya kuhlangulwa na wena?+
11 Khangela! Nawe ukuvile oko ookumkani baseAsiriya bakwenzayo kuwo onke amazwe ngokuwatshabalalisa,+ uya kuhlangulwa na wena?+