2 Kumkani 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Khangela! Nawe ukuvile oko ookumkani baseAsiriya bakwenzayo kuwo onke amazwe ngokuwatshabalalisa;+ ngaba wena uya kuhlangulwa na?+
11 Khangela! Nawe ukuvile oko ookumkani baseAsiriya bakwenzayo kuwo onke amazwe ngokuwatshabalalisa;+ ngaba wena uya kuhlangulwa na?+