2 Kronike 32:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa uHezekiya+ ukumkani noIsaya+ unyana ka-Amotsi,+ umprofeti,+ baqhubeka bethandaza ngenxa yoku+ bekhala emazulwini befuna uncedo.+ Daniyeli 9:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko ndabubhekisa ubuso bam+ kuYehova uTHIXO oyinyaniso, ukuze ndimfune ngomthandazo+ nangezibongozo, ngokuzila ukutya nangamarhonya nangothuthu.+ Filipi 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Musani ukuxhalela nantoni na,+ kodwa ezintweni zonke zaziseni izibongozo zenu kuThixo ngomthandazo nesikhungo+ nombulelo;+
20 Kodwa uHezekiya+ ukumkani noIsaya+ unyana ka-Amotsi,+ umprofeti,+ baqhubeka bethandaza ngenxa yoku+ bekhala emazulwini befuna uncedo.+
3 Ngoko ndabubhekisa ubuso bam+ kuYehova uTHIXO oyinyaniso, ukuze ndimfune ngomthandazo+ nangezibongozo, ngokuzila ukutya nangamarhonya nangothuthu.+
6 Musani ukuxhalela nantoni na,+ kodwa ezintweni zonke zaziseni izibongozo zenu kuThixo ngomthandazo nesikhungo+ nombulelo;+