Ezra 8:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ndaza ndabhengeza ukuba kuzilwe ukutya apho kuMlambo iAhava, ukuba sizithobe+ phambi koThixo wethu, ukuze sifune kuye indlela elungileyo+ kuthi nakubantwana bethu+ nasempahleni yethu yonke. Estere 4:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuwo onke amaphondo ahlukahlukeneyo,+ naphi na apho ilizwi likakumkani nomthetho wakhe wawufikelele khona, kwakukho ukuzila okukhulu+ phakathi kwamaYuda, nokuzila ukutya+ nokulila nokwenza isijwili. Kwabaninzi kwakwandlalwe irhonya+ nothuthu+ ngokungathi sisingqengqelo. INdumiso 35:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke mna, xa begula, isinxibo sam sasingamarhonya,+Umphefumlo wam ndawuxhwalekisa ngokuzila ukutya,+Yaye umthandazo wam wawubuyela esifubeni sam.+ INdumiso 69:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ndaza ndaqalisa ukulila ngokuzila ukutya komphefumlo wam,+Kodwa kwaba lungcikivo kum.+ Hezekile 27:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Baya kucheba iinkqayi ngenxa yakho,+ babhinqe amarhonya+ baze bakulilele ngobukrakra bomphefumlo,+ besenza isijwili ngokukrakra.
21 Ndaza ndabhengeza ukuba kuzilwe ukutya apho kuMlambo iAhava, ukuba sizithobe+ phambi koThixo wethu, ukuze sifune kuye indlela elungileyo+ kuthi nakubantwana bethu+ nasempahleni yethu yonke.
3 Kuwo onke amaphondo ahlukahlukeneyo,+ naphi na apho ilizwi likakumkani nomthetho wakhe wawufikelele khona, kwakukho ukuzila okukhulu+ phakathi kwamaYuda, nokuzila ukutya+ nokulila nokwenza isijwili. Kwabaninzi kwakwandlalwe irhonya+ nothuthu+ ngokungathi sisingqengqelo.
13 Ke mna, xa begula, isinxibo sam sasingamarhonya,+Umphefumlo wam ndawuxhwalekisa ngokuzila ukutya,+Yaye umthandazo wam wawubuyela esifubeni sam.+
31 Baya kucheba iinkqayi ngenxa yakho,+ babhinqe amarhonya+ baze bakulilele ngobukrakra bomphefumlo,+ besenza isijwili ngokukrakra.