2 Kronike 16:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+ Daniyeli 9:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Khawubek’ indlebe, Thixo wam, uve.+ Khawuvule amehlo ukubone ukuphanza kwethu nesixeko esibizwa ngegama lakho;+ kuba akungenxa yezenzo zethu zobulungisa le nto sikubongozayo,+ kodwa kungenxa yenceba yakho enkulu.+
9 Kuba, ngokubhekisele kuYehova, amehlo akhe+ asingasinga emhlabeni wonke+ ukuba ababonise amandla abo bantliziyo+ ziphelele kuye. Wenze ngobudenge+ ngenxa yoku, ngoko ukususela ngoku kuse phambili kuya kubakho iimfazwe nxamnye nawe.”+
18 Khawubek’ indlebe, Thixo wam, uve.+ Khawuvule amehlo ukubone ukuphanza kwethu nesixeko esibizwa ngegama lakho;+ kuba akungenxa yezenzo zethu zobulungisa le nto sikubongozayo,+ kodwa kungenxa yenceba yakho enkulu.+