Isaya 64:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye siba njengalowo ungahlambulukanga, thina sonke, yaye zonke izenzo zethu zobulungisa zinjengesambatho samathuba okuba sexesheni;+ yaye siya kunyamalala njengamagqabi,+ thina sonke, neziphoso zethu ziya kusithwalela kude kanye njengomoya.+ Yeremiya 14:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwanokuba iziphoso zethu zingqina nxamnye nathi, Yehova, thabatha inyathelo ngenxa yegama lakho;+ kuba zininzi izenzo zethu zokungathembeki;+ sonile kuwe.+
6 Kwaye siba njengalowo ungahlambulukanga, thina sonke, yaye zonke izenzo zethu zobulungisa zinjengesambatho samathuba okuba sexesheni;+ yaye siya kunyamalala njengamagqabi,+ thina sonke, neziphoso zethu ziya kusithwalela kude kanye njengomoya.+
7 Kwanokuba iziphoso zethu zingqina nxamnye nathi, Yehova, thabatha inyathelo ngenxa yegama lakho;+ kuba zininzi izenzo zethu zokungathembeki;+ sonile kuwe.+